{"id":6790,"date":"2021-05-17T15:31:44","date_gmt":"2021-05-17T13:31:44","guid":{"rendered":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/?p=6790"},"modified":"2025-10-06T22:06:57","modified_gmt":"2025-10-06T20:06:57","slug":"ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/en-ng\/2021\/05\/17\/ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa\/","title":{"rendered":"Ungena njani kwii-univesithi ezise Mzantsi Africa"},"content":{"rendered":"<p>Luloyiko olukhulu kuye namphi na umfundi owenza matric &#8211; Ndizothini ukuba andithathwanga ndawo? Ndizothini ukuba kulo nyaka uzayo bonke abahlobo bam base Univesithi, mna ndishiyekela ngasemva?<\/p>\n<p>Ungaxhalabi, sizoqinisekisa ukuba loonto ayenzeki kuwe. Masikubonise ukuba njani.<\/p>\n<h3><strong>Beka Ii-Univesithi Ngokwamaqela<\/strong><\/h3>\n<p>Kufanele u applye Kwi Dyunivesithi ngokwamaqela amathathu:<\/p>\n<ol>\n<li><strong>Ngokomnqweno<\/strong>: Kulapho ufuna ufikelela kwi nkwenkwezi, ufaka isicelo kwi-Univesithi ekunzima kakhulu ukuba ungene kuzo. Kubafundi abaninzi base Mzantsi Africa, ezi-Univesithi ibazi UCT kunye ne WITS, okanye nezinye Univesithi zaphesheya.<\/li>\n<li><strong>Ezifikelelekayo<\/strong>: Ezi ngamathuba wakho okhuselekileyo kuwo- ezi ucinga ungangena kuzo. Iimfuno zabo kufanele ukuba zibengaphantsi kancinci kwezase UCT kunye ne WITS, ukwenzela ukuba ubenamathuba amaninzi wokungena khona.<\/li>\n<li><strong>Ukubuyela kundalashe<\/strong>: Ezi zezi ufaka isicelo kuzo ukulungiselela xa amanqaku wakho engaphantsi kwanga ubuwalindele. Ezi kufanele ibezii -Univesithi ezona ezinemfuno zokungena eziphantsi.<\/li>\n<\/ol>\n<h3>Ukukhetha izifundo<\/h3>\n<p>I-Uunivesithi ezininzi zikuvumela ukuba ukhetha kabini izinto ofuna uzifunda. Abantu abaninzi bacinga ukuba eyona nto ingcono onokuyenza kukufaka isicelo kwizinto ezinje nge Actuarial Science, Izifundo zobugqirha<\/p>\n<p>Ungayenzi lento. Ndiyaphinda. Ungayenzi lento.<\/p>\n<p>Eyona njongo yakho kukungena e- Univesithi. Ukungena nje kwakho e-Univesithi kwaye wenze kakuhle, kulula kakhulu ukutshintsha izifundo.<\/p>\n<p>Loonto ithetha ukuba xa ufaka isicelo, kufanele ukuba ukhetho lwakho lokuqala ibesesona sifundo sineemfuno eziphantsi (ngamaxesha amaninzi iba yi Bachelor of Social Sciences okanye I- Bachelor of Science)<\/p>\n<p>Ngale ndlela ungakwazi ukuqiniseka ukuba uzongena e- Univesithi, kwaye ungakwazi utshintsha isicelo sakho emva kokuba ufumene amanqaku aphezulu.<\/p>\n<h3><strong>Kuhle, kodwa ingaba ndiyenza kanjani lento??<\/strong><\/h3>\n<p>Nasi isikhokelo sokuba zeziphi I-Univesithi ezingena phantsi kwawaphi amaqela. Sebenzisa yona ukukhetha ukuba ufaka isicelo sakho phi.<\/p>\n<h4><strong>Ekunzima kakhulu ukungena kuzo<\/strong><\/h4>\n<p><a href=\"http:\/\/www.students.uct.ac.za\/sites\/default\/files\/image_tool\/images\/434\/prospective\/ug_prospectus\/ug_prospectus.pdf\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">UCT<\/a><\/p>\n<p><a href=\"https:\/\/www.wits.ac.za\/media\/wits-university\/study\/schools-liason\/documents\/2022_SLO_School%20Presentation.pdf\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">WITS<\/a><\/p>\n<p><a href=\"https:\/\/www.smu.ac.za\/\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">Sefako Makgato Health Sciences University<\/a><\/p>\n<p>Faka isicelo sakho noba kukwi- Univesithi enye apha<\/p>\n<h4><strong>Kunzima ukungena kuzo<\/strong><\/h4>\n<p><a href=\"https:\/\/www.ru.ac.za\/admissiongateway\/\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">Rhodes University<\/a><\/p>\n<p><a href=\"https:\/\/www.up.ac.za\/media\/shared\/368\/Document\/2020\/undergraduate-programme-information-2021-final-pdf-05.12.2019.zp183762.pdf\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">University of Pretoria<\/a><\/p>\n<p><a href=\"https:\/\/web.uj.ac.za\/digital-books\/UJ_Undergrad_Prospectus2021\/#32\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">University of Johannesburg<\/a><\/p>\n<p><a href=\"http:\/\/www.sun.ac.za\/english\/maties\/Documents\/Minimum%20Admission%20Requirement%20Booklet.pdf\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">Stellenbosch University<\/a><\/p>\n<p><a href=\"https:\/\/www.studentroom.co.za\/nelson-mandela-university-prospectus-2020-2021-pdf-download\/\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">Nelson Mandela University<\/a><\/p>\n<p><a href=\"https:\/\/caes.ukzn.ac.za\/wp-content\/uploads\/2021\/02\/2021-Undergraduate-prospectus.pdf\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">University of KwaZulu Natal<\/a><\/p>\n<p>Faka isicelo kwi- Univesithi ezintathu okanye ezine apha<\/p>\n<h4><strong>Kunzima kancinci ungena kuzo<\/strong><\/h4>\n<p><a href=\"https:\/\/prospectus.uwc.ac.za\/educate\/admissions-requirements\/\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">University of the Western Cape<\/a><\/p>\n<p><a href=\"https:\/\/www.ump.ac.za\/\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">University of Mpumalanga<\/a><\/p>\n<p><a href=\"https:\/\/www.ufh.ac.za\/apply\/StudyGuide2021.pdf\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">University of Fort Hare<\/a><\/p>\n<p><a href=\"http:\/\/studies.nwu.ac.za\/sites\/studies.nwu.ac.za\/files\/files\/undergrad\/2020.E.General-Brochure.pdf\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">University of the North West<\/a><\/p>\n<p><a href=\"https:\/\/www.cput.ac.za\/academic\/faculties\/healthwellness\/prospectus\/231-study-at-cput\/index.php?option=com_content&amp;view=article&amp;id=5070&amp;Itemid=659\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">CPUT<\/a>\u00a0*<\/p>\n<p><a href=\"https:\/\/www.ul.ac.za\/index.php?Entity=Admission%20Requirements\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">University of Limpopo<\/a>\u00a0*<\/p>\n<p>*Qaphela ukuba le Univesithi inazo zombini degree kunye nee diploma, kengoku ukuba uxhalabile ukuba ungangakwazi upasa nge Bachelor, kufanele ukuba ucinge ukufaka isicelo kwi diplomas apha kwakunye needegree kwezinye ii-Univesithi.<\/p>\n<p>Faka isicelo noba kukwi- Univesithi ezintathu okanye ezine apha.<\/p>\n<h4><strong>TVETs<\/strong><\/h4>\n<p><strong>Kubalulekile ukuba ufake isicelo sakho noba kukwi TVET enye, ukulungiselela ukuba awukwazanga upasa nge Bachelor. <\/strong><\/p>\n<p>Ezinye I TVETs onocinga ukufaka isicelo sakho zezi:<\/p>\n<p><a href=\"https:\/\/www.cct.edu.za\/index.php\/en\/\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">College of Cape Town<\/a><\/p>\n<p><a href=\"https:\/\/www.falsebaycollege.co.za\/\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">False Bay College<\/a><\/p>\n<p><a href=\"https:\/\/cjc.edu.za\/\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">Central Johannesburg TVET College<\/a><\/p>\n<p><a href=\"http:\/\/www.ewc.edu.za\/\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">Ekurhuleni West TVET College<\/a><\/p>\n<p>Okanye bona uluhlu kwe <a href=\"https:\/\/nationalgovernment.co.za\/units\/type\/9\/tvet-college\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">TVET Colleges e Mzantsi Afrika<\/a> ukufumana ITVET ekufuphi kunawe.<\/p>\n<p>Faka isicelo sakho noba kukwi TVET enye.<\/p>\n<h3>Ummm, ininzi lento\u2026.<\/h3>\n<p>Siyayazi. Kodwa ungayisebenzisa le\u00a0<a href=\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/wp-content\/uploads\/2021\/05\/Your-University-Applications-Checklist.pdf\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\">PDF<\/a> ukwenza zonke izicelo zakho.<\/p>\n<p>Yigcine okanye uyiprinte, kwaye wongeze I-Univesithi nezifundo ofuna ufaka izicelo kuzo. Ngalo ndlela ungakwazi uqinisekisa ukuba ufake izicelo kuzo zonke ozinqwenelayo, onofikelela kuzo nezo onowela kuzo.<\/p>\n<p>Sikunqwenelela Ithamsanqa! Siyayazi Unako.<\/p>\n<p>&nbsp;<\/p>","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Thola ulwazi oluzokusiza ukuthi uhlele izicelo zakho zasenyuvesi ukuze wandise amathuba akho okwamukelwa enyuvesi.<\/p>","protected":false},"author":5,"featured_media":2302,"comment_status":"closed","ping_status":"closed","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":[],"categories":[1],"tags":[],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v20.7 - https:\/\/yoast.com\/wordpress\/plugins\/seo\/ -->\n<title>Ungena njani kwii-univesithi ezise Mzantsi Africa - FoondaMate<\/title>\n<meta name=\"description\" content=\"Thola ulwazi oluzokusiza ukuthi uhlele izicelo zakho zasenyuvesi ukuze wandise amathuba akho okwamukelwa enyuvesi.\" \/>\n<meta name=\"robots\" content=\"noindex, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Ungena njani kwii-univesithi ezise Mzantsi Africa - FoondaMate\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Thola ulwazi oluzokusiza ukuthi uhlele izicelo zakho zasenyuvesi ukuze wandise amathuba akho okwamukelwa enyuvesi.\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/en-ng\/2021\/05\/17\/ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"FoondaMate\" \/>\n<meta property=\"article:publisher\" content=\"https:\/\/www.facebook.com\/foondamate\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2021-05-17T13:31:44+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2025-10-06T20:06:57+00:00\" \/>\n<meta property=\"og:image\" content=\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/wp-content\/uploads\/2021\/05\/pexels-godisable-jacob-901965-scaled.jpg\" \/>\n\t<meta property=\"og:image:width\" content=\"2560\" \/>\n\t<meta property=\"og:image:height\" content=\"1707\" \/>\n\t<meta property=\"og:image:type\" content=\"image\/jpeg\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"Justin Goldstein\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:creator\" content=\"@foondamate\" \/>\n<meta name=\"twitter:site\" content=\"@foondamate\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"Justin Goldstein\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"2 minutes\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\/\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/2021\/05\/17\/ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/2021\/05\/17\/ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa\/\"},\"author\":{\"name\":\"Justin Goldstein\",\"@id\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#\/schema\/person\/ba29bf821bc05cb10d27dbf1a33d448b\"},\"headline\":\"Ungena njani kwii-univesithi ezise Mzantsi Africa\",\"datePublished\":\"2021-05-17T13:31:44+00:00\",\"dateModified\":\"2025-10-06T20:06:57+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/2021\/05\/17\/ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa\/\"},\"wordCount\":461,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#organization\"},\"inLanguage\":\"en-NG\"},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/2021\/05\/17\/ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa\/\",\"url\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/2021\/05\/17\/ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa\/\",\"name\":\"Ungena njani kwii-univesithi ezise Mzantsi Africa - FoondaMate\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#website\"},\"datePublished\":\"2021-05-17T13:31:44+00:00\",\"dateModified\":\"2025-10-06T20:06:57+00:00\",\"description\":\"Thola ulwazi oluzokusiza ukuthi uhlele izicelo zakho zasenyuvesi ukuze wandise amathuba akho okwamukelwa enyuvesi.\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/2021\/05\/17\/ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-NG\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/2021\/05\/17\/ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/2021\/05\/17\/ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Ungena njani kwii-univesithi ezise Mzantsi Africa\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#website\",\"url\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/\",\"name\":\"FoondaMate\",\"description\":\"FoondaMate brings the internet through messaging applications\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":\"required name=search_term_string\"}],\"inLanguage\":\"en-NG\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#organization\",\"name\":\"Foondamate\",\"url\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-NG\",\"@id\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#\/schema\/logo\/image\/\",\"url\":\"https:\/\/foondamate.com\/wp-content\/uploads\/2023\/02\/Student-Demo-1-600x849-1.jpg\",\"contentUrl\":\"https:\/\/foondamate.com\/wp-content\/uploads\/2023\/02\/Student-Demo-1-600x849-1.jpg\",\"width\":1200,\"height\":630,\"caption\":\"Foondamate\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#\/schema\/logo\/image\/\"},\"sameAs\":[\"https:\/\/www.facebook.com\/foondamate\",\"https:\/\/twitter.com\/foondamate\",\"https:\/\/www.instagram.com\/foondamate\/\",\"https:\/\/www.linkedin.com\/company\/foondamate\"]},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#\/schema\/person\/ba29bf821bc05cb10d27dbf1a33d448b\",\"name\":\"Justin Goldstein\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-NG\",\"@id\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#\/schema\/person\/image\/\",\"url\":\"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/823f550337cdbab8402f0ed19d17ef2f?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/823f550337cdbab8402f0ed19d17ef2f?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"Justin Goldstein\"},\"url\":\"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/en-ng\/author\/justin\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Ungena njani kwii-univesithi ezise Mzantsi Africa - FoondaMate","description":"Thola ulwazi oluzokusiza ukuthi uhlele izicelo zakho zasenyuvesi ukuze wandise amathuba akho okwamukelwa enyuvesi.","robots":{"index":"noindex","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Ungena njani kwii-univesithi ezise Mzantsi Africa - FoondaMate","og_description":"Thola ulwazi oluzokusiza ukuthi uhlele izicelo zakho zasenyuvesi ukuze wandise amathuba akho okwamukelwa enyuvesi.","og_url":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/en-ng\/2021\/05\/17\/ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa\/","og_site_name":"FoondaMate","article_publisher":"https:\/\/www.facebook.com\/foondamate","article_published_time":"2021-05-17T13:31:44+00:00","article_modified_time":"2025-10-06T20:06:57+00:00","og_image":[{"width":2560,"height":1707,"url":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/wp-content\/uploads\/2021\/05\/pexels-godisable-jacob-901965-scaled.jpg","type":"image\/jpeg"}],"author":"Justin Goldstein","twitter_card":"summary_large_image","twitter_creator":"@foondamate","twitter_site":"@foondamate","twitter_misc":{"Written by":"Justin Goldstein","Est. reading time":"2 minutes"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/2021\/05\/17\/ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/2021\/05\/17\/ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa\/"},"author":{"name":"Justin Goldstein","@id":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#\/schema\/person\/ba29bf821bc05cb10d27dbf1a33d448b"},"headline":"Ungena njani kwii-univesithi ezise Mzantsi Africa","datePublished":"2021-05-17T13:31:44+00:00","dateModified":"2025-10-06T20:06:57+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/2021\/05\/17\/ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa\/"},"wordCount":461,"publisher":{"@id":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#organization"},"inLanguage":"en-NG"},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/2021\/05\/17\/ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa\/","url":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/2021\/05\/17\/ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa\/","name":"Ungena njani kwii-univesithi ezise Mzantsi Africa - FoondaMate","isPartOf":{"@id":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#website"},"datePublished":"2021-05-17T13:31:44+00:00","dateModified":"2025-10-06T20:06:57+00:00","description":"Thola ulwazi oluzokusiza ukuthi uhlele izicelo zakho zasenyuvesi ukuze wandise amathuba akho okwamukelwa enyuvesi.","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/2021\/05\/17\/ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-NG","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/2021\/05\/17\/ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/2021\/05\/17\/ungena-njani-kwii-univesithi-ezise-mzantsi-africa\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Ungena njani kwii-univesithi ezise Mzantsi Africa"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#website","url":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/","name":"FoondaMate","description":"FoondaMate brings the internet through messaging applications","publisher":{"@id":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/?s={search_term_string}"},"query-input":"required name=search_term_string"}],"inLanguage":"en-NG"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#organization","name":"Foondamate","url":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-NG","@id":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/foondamate.com\/wp-content\/uploads\/2023\/02\/Student-Demo-1-600x849-1.jpg","contentUrl":"https:\/\/foondamate.com\/wp-content\/uploads\/2023\/02\/Student-Demo-1-600x849-1.jpg","width":1200,"height":630,"caption":"Foondamate"},"image":{"@id":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#\/schema\/logo\/image\/"},"sameAs":["https:\/\/www.facebook.com\/foondamate","https:\/\/twitter.com\/foondamate","https:\/\/www.instagram.com\/foondamate\/","https:\/\/www.linkedin.com\/company\/foondamate"]},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#\/schema\/person\/ba29bf821bc05cb10d27dbf1a33d448b","name":"Justin Goldstein","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-NG","@id":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/#\/schema\/person\/image\/","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/823f550337cdbab8402f0ed19d17ef2f?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/823f550337cdbab8402f0ed19d17ef2f?s=96&d=mm&r=g","caption":"Justin Goldstein"},"url":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/en-ng\/author\/justin\/"}]}},"_links":{"self":[{"href":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/en-ng\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/6790"}],"collection":[{"href":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/en-ng\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/en-ng\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/en-ng\/wp-json\/wp\/v2\/users\/5"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/en-ng\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=6790"}],"version-history":[{"count":6,"href":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/en-ng\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/6790\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":7408,"href":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/en-ng\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/6790\/revisions\/7408"}],"wp:featuredmedia":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/en-ng\/wp-json\/wp\/v2\/media\/2302"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/en-ng\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=6790"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/en-ng\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=6790"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/sitebknd28870.foondamate.com\/en-ng\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=6790"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}